|
Ndiyowafumana ph' amagama anokuxelela |
|
Sthandwa ukuba ndikuthanda kanjani? |
|
Nadaya phesheya kolwandle |
|
Azange ndamfumana okhanya njengelanga lakho |
|
Ndak 'thulel' intyatyambo |
|
Hayi! |
|
Oluhambo alusapheli my dali |
|
Ndakwenzel' izibele |
|
Manje ukhatele sewukholiwe my baby? |
|
Ndikuthanda njengobisi |
|
Ndikuthanda nje ngelizwi |
|
Ndikuthanda nje ngothando lwakho |
|
Ndiyakuthanda xa umdala |
|
Ndicel undiph' utando lwakho |
|
Ma'cheri my cheroe |
|
Sabhek etown mna nomababy |
|
Ulovie bamthanda kanjani |
|
Bamqab ibhotolo, bamtyisa irolo |
|
Hayi! |
|
Uyakhany umababy |
|
Ma'cheri my cherie |
|
Sath' ukubuyel ekhaya phofu nawe uyazi |
|
Uthando aluphelelanga enqondweni |
|
Undithembile udali |
|
Akanasiyali |
|
Xana singen embedweni |